Levitikus 26:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 yaye ukuba nithe nayigatya imimiselo yam,+ yaza imiphefumlo yenu yazenyanya izigwebo zam ukuze ningayenzi imiyalelo yam yonke, ngokokude naphule umnqophiso wam,+ INdumiso 73:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Kuba, khangela! abo badedela kude nawe baya kutshabalala.+Ngokuqinisekileyo uya kuthulisa bonke abo bakushiya ngokuziphatha okubi.+
15 yaye ukuba nithe nayigatya imimiselo yam,+ yaza imiphefumlo yenu yazenyanya izigwebo zam ukuze ningayenzi imiyalelo yam yonke, ngokokude naphule umnqophiso wam,+
27 Kuba, khangela! abo badedela kude nawe baya kutshabalala.+Ngokuqinisekileyo uya kuthulisa bonke abo bakushiya ngokuziphatha okubi.+