Genesis 24:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ngoko loo mkhonzi wathabatha iinkamela ezilishumi kwiinkamela zenkosi yakhe waza wahamba enalo lonke uhlobo lwezinto ezilungileyo zenkosi yakhe esandleni sakhe.+ Wasuka wangena endleleni eya eMesopotamiya kwisixeko sakwaNahore. Isaya 60:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Inkitha yeenkamela iya kukugubungela, amathole eenkunzi zeenkamela akwaMidiyan nawakwaEfa.+ Bonke abo bavela eShebha+—baya kuza. Baya kuthwala igolide nentlaka yokuqhumisa. Kwaye baya kwazisa iindumiso zikaYehova.+
10 Ngoko loo mkhonzi wathabatha iinkamela ezilishumi kwiinkamela zenkosi yakhe waza wahamba enalo lonke uhlobo lwezinto ezilungileyo zenkosi yakhe esandleni sakhe.+ Wasuka wangena endleleni eya eMesopotamiya kwisixeko sakwaNahore.
6 Inkitha yeenkamela iya kukugubungela, amathole eenkunzi zeenkamela akwaMidiyan nawakwaEfa.+ Bonke abo bavela eShebha+—baya kuza. Baya kuthwala igolide nentlaka yokuqhumisa. Kwaye baya kwazisa iindumiso zikaYehova.+