Duteronomi 2:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 Akavumanga uSihon ukumkani waseHeshbhon ukuba sidlule kuye, ngokuba uYehova uThixo wakho wawenza lukhuni umoya wakhe, wayenza lukhuni+ nentliziyo yakhe, ukuze amnikele esandleni sakho njengokuba kunjalo namhla.+ INdumiso 5:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 UThixo uya kubagqala njengabanetyala ngokuqinisekileyo;+Baya kuwa ngenxa yecebo labo.+Ngobuninzi bokunxaxha kwabo mabasasazwe,+Ngenxa yokuba bakuvukele.+ IMizekeliso 21:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Intliziyo yokumkani injengomsinga wamanzi esandleni sikaYehova.+ Uyisa apho athanda ukuyisa khona.+ Amosi 3:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ukuba kuvuthelwa isigodlo esixekweni, abathi na nabantu bangcangcazele?+ Ukuba kubakho intlekele esixekweni, asingoYehova na othabathe inyathelo?
30 Akavumanga uSihon ukumkani waseHeshbhon ukuba sidlule kuye, ngokuba uYehova uThixo wakho wawenza lukhuni umoya wakhe, wayenza lukhuni+ nentliziyo yakhe, ukuze amnikele esandleni sakho njengokuba kunjalo namhla.+
10 UThixo uya kubagqala njengabanetyala ngokuqinisekileyo;+Baya kuwa ngenxa yecebo labo.+Ngobuninzi bokunxaxha kwabo mabasasazwe,+Ngenxa yokuba bakuvukele.+
21 Intliziyo yokumkani injengomsinga wamanzi esandleni sikaYehova.+ Uyisa apho athanda ukuyisa khona.+
6 Ukuba kuvuthelwa isigodlo esixekweni, abathi na nabantu bangcangcazele?+ Ukuba kubakho intlekele esixekweni, asingoYehova na othabathe inyathelo?