IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 20:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Uze ungabi nathixo bambi+ ngokuchasene nam.

  • Duteronomi 13:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Ke loo mprofeti+ okanye loo mphuphi wamaphupha makabulawe,+ kuba ethethe ngemvukelo ngoYehova uThixo wenu, onikhuphileyo ezweni laseYiputa waza wanikhulula endlwini yamakhoboka, ukuze akuwexule endleleni akuyalele ngayo uYehova uThixo wakho ukuba uhambe ngayo;+ uze ubutshayele ke ububi bungabikho phakathi kwakho.+

  • 1 Kumkani 12:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Xa wonke uSirayeli wabona ukuba ukumkani wayengamphulaphulanga, bandula ke abantu bamphendula ukumkani, besithi: “Sinasabelo sini na kuDavide?+ Yaye akukho lifa kunyana kaYese. Koothixo bakho,+ Sirayeli. Ngoko zibonele indlu yakho, Davide!”+ Ke uSirayeli waya ezintenteni zakhe.

  • IMizekeliso 11:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Ngomlomo wakhe umwexuki uyalonakalisa+ idlelane lakhe, kodwa ngokwazi amalungisa ayahlangulwa.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share