IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Kumkani 8:38
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 38 nawuphi na umthandazo,+ nasiphi na isicelo sobabalo+ esinokubakho kuye nawuphi na umntu kubo bonke abantu bakho amaSirayeli,+ ngenxa yokuba ngamnye uyasazi isibetho sentliziyo yakhe,+ baze bazolulele kule ndlu izandla zabo,+

  • 2 Kronike 33:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Kwathi ekubandezelekeni kwakhe,+ wambongoza uYehova uThixo+ wakhe waqhubeka ezithoba+ kakhulu ngenxa kaTHIXO wookhokho bakhe.

  • 2 Kronike 34:27
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 27 ngenxa yokuba intliziyo yakho+ ibithambile kangangokuba uye wazithoba+ ngenxa kaThixo ekuveni kwakho amazwi akhe ngokuphathelele le ndawo nabemi bayo, waza wazithoba phambi kwam+ wazikrazula+ izambatho zakho walila phambi kwam, mna, ndikuvile,+ utsho uYehova.

  • Yakobi 4:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Zithobeni emehlweni kaYehova,+ yaye uya kuniphakamisa.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share