IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • ABagwebi 7:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Ke kaloku uYehova wathi kuGidiyon: “Ndiya kunisindisa ngala madoda angamakhulu amathathu aye axhapha, kwaye ndiya kumnikela uMidiyan esandleni senu.+ Ke bona bonke abanye abantu, ngamnye makaye endaweni yakhe.”

  • 1 Samuweli 14:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Ngoko uYonatan wathi kumlindi, umphathi wezikrweqe zakhe: “Yiza size siwelele kwinkampu yala madoda angalukanga.+ Mhlawumbi uYehova uya kusisebenzela, kuba akukho sithintelo kuYehova ukuba asindise ngabaninzi okanye ngabambalwa.”+

  • Amosi 5:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 lowo ubangela ukuba owomeleleyo abanekelwe kukuphangwa, kuze ukuphanga oko kufikelele nakwindawo enqatyisiweyo.

  • 1 Korinte 1:27
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 27 kodwa uThixo wanyula izinto ezibubudenge zehlabathi,+ ukuze abahlazise abantu abazizilumko; yaye uThixo wanyula izinto ezibuthathaka zehlabathi, ukuze azihlazise izinto ezomeleleyo;+

  • 2 Korinte 12:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 ukanti ngokwenene yathi kum: “Ububele bam obunganifanelanga bukulingene;+ kuba amandla am enziwa agqibelele kubuthathaka.”+ Ke ngoko, ngokuchulumanca okukhulu, ndiza kuqhayisa ngobuthathaka bam,+ ukuze amandla kaKRISTU ahlale njengentente phezu kwam.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share