1 Kumkani 15:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 UBhahasha+ unyana ka-Ahiya wendlu kaIsakare wamenzela iyelenqe; waza uBhahasha wamxabela eGibheton,+ eyayiyeyamaFilisti, ngoxa uNadabhi nawo onke amaSirayeli babengqinge iGibheton.
27 UBhahasha+ unyana ka-Ahiya wendlu kaIsakare wamenzela iyelenqe; waza uBhahasha wamxabela eGibheton,+ eyayiyeyamaFilisti, ngoxa uNadabhi nawo onke amaSirayeli babengqinge iGibheton.