INdumiso 146:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Musani ukukholosa ngezidwangube,+Nangonyana womntu wasemhlabeni, lowo ungenalo usindiso.+ Isaya 31:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Yeha ke abo baya eYiputa ukuba bancedwe,+ abo bathembela ngamahashe,+ nabo bakholosa ngeenqwelo zokulwa ezininzi, nangamahashe emfazwe,+ ngenxa yokuba enamandla kakhulu, kodwa abangakhangelanga kuLowo Ungcwele kaSirayeli nabangamfunanga uYehova.+ Yeremiya 17:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Utsho uYehova ukuthi: “Iqalekisiwe indoda eyomeleleyo ekholosa ngomntu wasemhlabeni+ ize okunene iyenze inyama ingalo yayo,+ naleyo intliziyo yayo imkayo kuYehova.+
31 Yeha ke abo baya eYiputa ukuba bancedwe,+ abo bathembela ngamahashe,+ nabo bakholosa ngeenqwelo zokulwa ezininzi, nangamahashe emfazwe,+ ngenxa yokuba enamandla kakhulu, kodwa abangakhangelanga kuLowo Ungcwele kaSirayeli nabangamfunanga uYehova.+
5 Utsho uYehova ukuthi: “Iqalekisiwe indoda eyomeleleyo ekholosa ngomntu wasemhlabeni+ ize okunene iyenze inyama ingalo yayo,+ naleyo intliziyo yayo imkayo kuYehova.+