-
Hagayi 1:12INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
12 Waza uZerubhabheli+ unyana kaShelatiyeli, noYoshuwa unyana kaYehotsadaki+ umbingeleli omkhulu, nabo bonke abaseleyo ebantwini baqalisa ukuliphulaphula ilizwi likaYehova uThixo wabo,+ namazwi kaHagayi+ umprofeti, njengoko uYehova uThixo wabo wayemthumele; baza abantu baqalisa ukoyika ngenxa kaYehova.+
-