Ezra 8:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Ndabaqokelela emlanjeni+ ongena eAhava;+ saza saqhubeka simise iinkampu apho iintsuku ezintathu, ukuze ndibaphicothe abantu+ nababingeleli,+ kodwa andizange ndifumane namnye woonyana bakaLevi+ apho.
15 Ndabaqokelela emlanjeni+ ongena eAhava;+ saza saqhubeka simise iinkampu apho iintsuku ezintathu, ukuze ndibaphicothe abantu+ nababingeleli,+ kodwa andizange ndifumane namnye woonyana bakaLevi+ apho.