8 Umyalelo+ ukhutshwe ndim ngokuphathelele oko niya kukwenza ngala madoda makhulu amaYuda, ukuze ibuye yakhiwe indlu kaThixo; yaye indleko iya kuphuma kwindawo yokugcina ubuncwane+ berhafu ngaphaya koMlambo ize inikwe+ la madoda omeleleyo ngokukhawuleza kungayekwa.+