Yoshuwa 1:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ukususela entlango nakule Lebhanon ukusa kumlambo omkhulu, uMlambo umEfrate, oko kukuthi, wonke umhlaba wamaHiti,+ nokuya kuLwandle Olukhulu ngasentshonalanga iya kuba ngummandla wenu.+ 1 Kumkani 4:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Kuba wayenobukhosi kuyo yonke into eyayinganeno koMlambo+, ukusuka eTifesa ukuya eGaza,+ kwanakubo bonke ookumkani ababenganeno koMlambo;+ kwaye waba noxolo+ kuyo yonke imimandla yakhe, macala onke. Ezra 4:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Kwakukho ookumkani abomeleleyo+ eYerusalem yaye babelawula konke ngaphaya koMlambo,+ kwaye babenikwa irhafu, unikelo nomrhumo.+
4 Ukususela entlango nakule Lebhanon ukusa kumlambo omkhulu, uMlambo umEfrate, oko kukuthi, wonke umhlaba wamaHiti,+ nokuya kuLwandle Olukhulu ngasentshonalanga iya kuba ngummandla wenu.+
24 Kuba wayenobukhosi kuyo yonke into eyayinganeno koMlambo+, ukusuka eTifesa ukuya eGaza,+ kwanakubo bonke ookumkani ababenganeno koMlambo;+ kwaye waba noxolo+ kuyo yonke imimandla yakhe, macala onke.
20 Kwakukho ookumkani abomeleleyo+ eYerusalem yaye babelawula konke ngaphaya koMlambo,+ kwaye babenikwa irhafu, unikelo nomrhumo.+