1 Kronike 4:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 Yonke imizi yabo eyayimacala onke kwezi zixeko yayifikelela kwaBhahali.+ Zizo ezo iindawo ababehlala kuzo nokubhaliswa kwabo ngokwemilibo yabo yokuzalwa. 1 Kronike 9:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Onke ke amaSirayeli, abhaliswa ngokwemilibo yawo yokuzalwa;+ nango ebhalwe kwiNcwadi yooKumkani bakaSirayeli. Kwaye uYuda wathatyathelwa ekuthinjweni+ eBhabhiloni ngenxa yokungathembeki kwakhe.
33 Yonke imizi yabo eyayimacala onke kwezi zixeko yayifikelela kwaBhahali.+ Zizo ezo iindawo ababehlala kuzo nokubhaliswa kwabo ngokwemilibo yabo yokuzalwa.
9 Onke ke amaSirayeli, abhaliswa ngokwemilibo yawo yokuzalwa;+ nango ebhalwe kwiNcwadi yooKumkani bakaSirayeli. Kwaye uYuda wathatyathelwa ekuthinjweni+ eBhabhiloni ngenxa yokungathembeki kwakhe.