Nehemiya 12:38 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 38 Kwaye enye ikwayari yokubulela+ yayihamba ngaphambili, yaye mna ndisemva kwayo, nesiqingatha sabantu, phezu kodonga ukuya kwiNqaba yeZiko Lokosa+ nakuDonga Olubanzi,+
38 Kwaye enye ikwayari yokubulela+ yayihamba ngaphambili, yaye mna ndisemva kwayo, nesiqingatha sabantu, phezu kodonga ukuya kwiNqaba yeZiko Lokosa+ nakuDonga Olubanzi,+