3 Noko ke, uSamson walala de kwaba sezinzulwini zobusuku waza wavuka ezinzulwini zobusuku wabamba iingcango zesango+ lesixeko nezibonda ezisecaleni ezibini, wazincothula kunye nomvalo waza wazibeka emagxeni akhe, wahamba ezithwele+ waya phezulu entabeni engaphambi kweHebron.+