2 Kronike 26:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ngaphezu koko, u-Uziya wakha iinqaba+ eYerusalem ngakwiSango leMbombo+ nangakwiSango Lentlambo+ nangakuDonga Olungaphandle, wazenza zomelela. Nehemiya 3:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Emva kwakhe uBhinuwi unyana kaHenadadi wayelungisa elinye icandelo elilinganisiweyo, ukusuka kwindlu ka-Azariya ukuya kufikelela kuDonga Olungaphandle+ nokuya kufikelela kwimbombo.
9 Ngaphezu koko, u-Uziya wakha iinqaba+ eYerusalem ngakwiSango leMbombo+ nangakwiSango Lentlambo+ nangakuDonga Olungaphandle, wazenza zomelela.
24 Emva kwakhe uBhinuwi unyana kaHenadadi wayelungisa elinye icandelo elilinganisiweyo, ukusuka kwindlu ka-Azariya ukuya kufikelela kuDonga Olungaphandle+ nokuya kufikelela kwimbombo.