Duteronomi 30:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ukuba abantu bakho abasasazekileyo bathe baya esiphelweni samazulu, wokuqokelela nalapho uYehova uThixo wakho.+ INdumiso 106:47 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 47 Sisindise, Yehova Thixo wethu,+Uze usiqokelele ndawonye ezintlangeni+Ukuze sibulele igama lakho elingcwele,+Sithethe ngemigcobo indumiso yakho.+ Isaya 11:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Kwaye ngokuqinisekileyo uya kuziphakamisela umqondiso iintlanga aze ahlanganise abasasazekileyo bakwaSirayeli;+ nabachithachithekileyo bakwaYuda uya kubaqokelela ndawonye kwiziphelo ezine zomhlaba.+ Yeremiya 12:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Kuya kuthi ke emva kokubancothula kwam ngokuqinisekileyo ndibe nenceba kwakhona kubo+ ndize ndibabuyise, ngamnye aye kwilifa lakhe, ngamnye aye elizweni lakhe.”+
4 Ukuba abantu bakho abasasazekileyo bathe baya esiphelweni samazulu, wokuqokelela nalapho uYehova uThixo wakho.+
47 Sisindise, Yehova Thixo wethu,+Uze usiqokelele ndawonye ezintlangeni+Ukuze sibulele igama lakho elingcwele,+Sithethe ngemigcobo indumiso yakho.+
12 Kwaye ngokuqinisekileyo uya kuziphakamisela umqondiso iintlanga aze ahlanganise abasasazekileyo bakwaSirayeli;+ nabachithachithekileyo bakwaYuda uya kubaqokelela ndawonye kwiziphelo ezine zomhlaba.+
15 Kuya kuthi ke emva kokubancothula kwam ngokuqinisekileyo ndibe nenceba kwakhona kubo+ ndize ndibabuyise, ngamnye aye kwilifa lakhe, ngamnye aye elizweni lakhe.”+