Duteronomi 12:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 kodwa endaweni leyo aya kuyinyula uYehova uThixo wenu ezizweni zenu zonke ukuba alimise khona igama lakhe, ukuba lihlale khona, kulapho niya kumfuna khona, niye khona.+ INdumiso 132:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Kuba uYehova unyule iZiyon;+Uyilangazelele ukuba ibe yindawo yakhe yokuhlala:+
5 kodwa endaweni leyo aya kuyinyula uYehova uThixo wenu ezizweni zenu zonke ukuba alimise khona igama lakhe, ukuba lihlale khona, kulapho niya kumfuna khona, niye khona.+