Ezra 7:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Yaye emva kwezi zinto kulawulo luka-Artashashta+ ukumkani wasePersi, uEzra+ unyana kaSeraya+ unyana ka-Azariya unyana kaHilekiya+ Nehemiya 13:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ngalo lonke eli xesha ndandingekho eYerusalem, kuba ngonyaka wamashumi amathathu anesibini+ ka-Artashashta+ ukumkani waseBhabhiloni ndeza kukumkani, yaye kamva ndacela kukumkani ukuba ndikhe ndithi tshalala.+
7 Yaye emva kwezi zinto kulawulo luka-Artashashta+ ukumkani wasePersi, uEzra+ unyana kaSeraya+ unyana ka-Azariya unyana kaHilekiya+
6 Ngalo lonke eli xesha ndandingekho eYerusalem, kuba ngonyaka wamashumi amathathu anesibini+ ka-Artashashta+ ukumkani waseBhabhiloni ndeza kukumkani, yaye kamva ndacela kukumkani ukuba ndikhe ndithi tshalala.+