Duteronomi 31:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Ngokuba mna—mna lo ndiyazi kakuhle imvukelo yenu+ nobuntamo-lukhuni benu.+ Njengoko niye namvukela uYehova ngoxa ndisaphila kunye nani,+ kazi kobeka phi na ke emva kokufa kwam!
27 Ngokuba mna—mna lo ndiyazi kakuhle imvukelo yenu+ nobuntamo-lukhuni benu.+ Njengoko niye namvukela uYehova ngoxa ndisaphila kunye nani,+ kazi kobeka phi na ke emva kokufa kwam!