Duteronomi 4:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 “Ukuba uthe wamfuna uYehova uThixo wakho apho, uya kumfumana ngokuqinisekileyo,+ ngokuba uya kumfuna ngentliziyo yakho yonke nangomphefumlo wakho wonke.+ INdumiso 78:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 Ngalo lonke ixesha ebabulala, babebuzisa ngaye,+Baza babuya bamfuna uThixo.+
29 “Ukuba uthe wamfuna uYehova uThixo wakho apho, uya kumfumana ngokuqinisekileyo,+ ngokuba uya kumfuna ngentliziyo yakho yonke nangomphefumlo wakho wonke.+