1 Kronike 9:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Yaye eYerusalem+ kwakuhlala abathile koonyana bakaYuda+ nabathile koonyana bakaBhenjamin+ nabathile koonyana bakaEfrayim nabakaManase:
3 Yaye eYerusalem+ kwakuhlala abathile koonyana bakaYuda+ nabathile koonyana bakaBhenjamin+ nabathile koonyana bakaEfrayim nabakaManase: