Genesis 23:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Wafa ke uSara eKiriyati-arbha,+ oko kukuthi, eHebron,+ ezweni lakwaKanan,+ waza uAbraham waya kumenzela isijwili uSara, wamlilela. Yoshuwa 14:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Igama leHebron ngaphambi koko laliyiKiriyati-arbha+ ([kuthiwa uArbha]+ wayengumntu omkhulu phakathi kwama-Anakim). Yaye ilizwe alizange liphazanyiswe yimfazwe.+
2 Wafa ke uSara eKiriyati-arbha,+ oko kukuthi, eHebron,+ ezweni lakwaKanan,+ waza uAbraham waya kumenzela isijwili uSara, wamlilela.
15 Igama leHebron ngaphambi koko laliyiKiriyati-arbha+ ([kuthiwa uArbha]+ wayengumntu omkhulu phakathi kwama-Anakim). Yaye ilizwe alizange liphazanyiswe yimfazwe.+