-
1 Kronike 28:1INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
28 UDavide wahlanganisela ndawonye zonke iinkosana+ zakwaSirayeli, iinkosana+ zezizwe neenkosana+ zezahlulo zabo balungiselela ukumkani neentloko zamawaka+ neentloko zamakhulu+ neentloko zazo zonke iimpahla+ nezemfuyo+ yokumkani neyoonyana bakhe,+ kunye namagosa enkundla+ namadoda anamandla,+ kwanawo onke amakroti, amadoda anamandla, ukuba beze eYerusalem.
-
-
Nehemiya 9:32INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
32 “Ke kaloku, Thixo wethu, THIXO omkhulu,+ onamandla+ nowoyikekayo,+ owugcinayo umnqophiso+ nobubele bothando,+ mabungabi buncinane phambi kwakho+ bonke ubunzima obusifumeneyo thina,+ ookumkani bethu,+ iinkosana zethu+ nababingeleli bethu+ nabaprofeti bethu+ nookhokho bethu+ nabo bonke abantu bakho ukususela kwimihla yookumkani baseAsiriya kude kube ngulo mhla.+
-