IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Nehemiya 10:37
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 37 Iintlahlela zomgrayo+ neminikelo yethu+ neziqhamo zazo zonke iintlobo zemithi,+ iwayini+ entsha neoli+ simele sizizise kubabingeleli kwiiholo zokudlela+ zendlu kaThixo wethu, kwanezishumi zomhlaba wethu kubaLevi,+ njengokuba abaLevi besamkela isishumi kuzo zonke izixeko zethu esilima kuzo.

  • Nehemiya 12:47
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 47 Wonke uSirayeli ngemihla kaZerubhabheli+ nangemihla kaNehemiya+ wayenika iimvumi+ nabagcini-masango+ izahlulo ngokweentswelo zamihla le yaye wayebangcwalisa kubaLevi;+ nabaLevi babebangcwalisa koonyana baka-Aron.

  • Malaki 3:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 “Umntu wasemhlabeni angamphanga na uThixo? Kodwa nina niyandiphanga.”

      Nathi ke nina: “Sikuphange ngayiphi na indlela?”

      “Kwizishumi nakwiminikelo.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share