- 
	                        
            
            Estere 4:16INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
 - 
                            
- 
                                        
16 “Hamba, uye kuwahlanganisa onke amaYuda afumanekayo eShushan+ uze uzile ukutya+ ngenxa yam ungadli ungaseli kangangeentsuku ezintathu,+ ubusuku nemini. Nam kunye namabhinqa am aselula,+ siya kuzila ukutya ngokunjalo, ukuze ndingene kukumkani, nto leyo engavumelaniyo nomthetho; yaye ukuba ndimele nditshabalale,+ manditshabalale.”
 
 -