IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Estere 3:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Kwaye bonke abakhonzi bakakumkani ababesesangweni likakumkani+ babethoba bequbuda kuHaman, kuba ukumkani wayeyalele ngolo hlobo ngaye. Kodwa uMordekayi, wayengathobi engaqubudi kuye.+

  • Estere 5:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 UZereshe umfazi wakhe nabo bonke abahlobo bakhe bathi kuye: “Mabenze isibonda+ esingamashumi amahlanu eekubhite ukuphakama. Wandule ke kusasa+ uthi kukumkani mabamxhome kuso uMordekayi.+ Uze ungene esidlweni nokumkani uvuya.” Ngoko le nto yabonakala ilungile+ phambi koHaman, yaye wathi makwenziwe isibonda.+

  • Estere 10:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Kuba uMordekayi umYuda wayengowesibini+ kuKumkani uAhaswerosi kwaye wayemkhulu phakathi kwamaYuda yaye uninzi lwabazalwana bakhe lwalukholiswa nguye, esebenzela ukulungelwa kwabantu bakowabo ethetha uxolo+ kuyo yonke inzala yabo.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share