Estere 4:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Kuba ukuba uthe cwaka ngokupheleleyo ngeli xesha, ukukhululeka nentlangulo yamaYuda iya kuvela kwenye indawo;+ kodwa wena nendlu kayihlo, niya kutshabalala. Kodwa ngubani owaziyo enoba uye wafumana isidima sasebukhosini ngenxa yexesha elinje?”+ INdumiso 75:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Kuba nguThixo umgwebi.+Uyamthoba lo, amphakamise lowa.+
14 Kuba ukuba uthe cwaka ngokupheleleyo ngeli xesha, ukukhululeka nentlangulo yamaYuda iya kuvela kwenye indawo;+ kodwa wena nendlu kayihlo, niya kutshabalala. Kodwa ngubani owaziyo enoba uye wafumana isidima sasebukhosini ngenxa yexesha elinje?”+