Estere 2:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Ngaloo mihla ngoxa uMordekayi wayehleli esangweni likakumkani, uBhigetan noTereshe, amagosa enkundla kakumkani amabini, abagcini-mnyango, bacaphuka yaye baqhubeka befuna ukumsa isandla+ uKumkani uAhaswerosi. Estere 3:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Kwaye bonke abakhonzi bakakumkani ababesesangweni likakumkani+ babethoba bequbuda kuHaman, kuba ukumkani wayeyalele ngolo hlobo ngaye. Kodwa uMordekayi, wayengathobi engaqubudi kuye.+
21 Ngaloo mihla ngoxa uMordekayi wayehleli esangweni likakumkani, uBhigetan noTereshe, amagosa enkundla kakumkani amabini, abagcini-mnyango, bacaphuka yaye baqhubeka befuna ukumsa isandla+ uKumkani uAhaswerosi.
2 Kwaye bonke abakhonzi bakakumkani ababesesangweni likakumkani+ babethoba bequbuda kuHaman, kuba ukumkani wayeyalele ngolo hlobo ngaye. Kodwa uMordekayi, wayengathobi engaqubudi kuye.+