Genesis 6:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Yiyo le imbali kaNowa. UNowa wayeyindoda elilungisa.+ Wangqineka engenasiphoso phakathi kwabantu bexesha lakhe. UNowa wahamba noTHIXO oyinyaniso.+ 2 Kumkani 20:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 “Owu Yehova, ndiyakubongoza, khawuncede ukhumbule+ ukuba ndiye ndahamba+ ngenyaniso+ phambi kwakho nangentliziyo epheleleyo,+ yaye okulungileyo emehlweni akho ndikwenzile.”+ Yaye uHezekiya walila kakhulu.+
9 Yiyo le imbali kaNowa. UNowa wayeyindoda elilungisa.+ Wangqineka engenasiphoso phakathi kwabantu bexesha lakhe. UNowa wahamba noTHIXO oyinyaniso.+
3 “Owu Yehova, ndiyakubongoza, khawuncede ukhumbule+ ukuba ndiye ndahamba+ ngenyaniso+ phambi kwakho nangentliziyo epheleleyo,+ yaye okulungileyo emehlweni akho ndikwenzile.”+ Yaye uHezekiya walila kakhulu.+