IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yobhi 9:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  4 Ulumkile entliziyweni yaye womelele ngamandla.+

      Ngubani onokubonisa iinkani kuye aze angenzakali?+

  • Yobhi 36:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  5 Khangela! UThixo unamandla+ yaye akayi kugatya;

      Unamandla entliziyo;

  • Isaya 44:25
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 25 Nditshitshisa imiqondiso yabo bantetho ililize, yaye ndinguLowo uphambanisa abavumisi;+ Lowo ubuyisela abantu abazizilumko emva, naLowo uguqulela kwanolwazi lwazo ekubeni bubudenge;+

  • Daniyeli 2:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Wathi: “Malibongwe+ igama likaThixo ukususela kwixesha elingenammiselo ukusa kwixesha elingenammiselo, kuba bobakhe ubulumko namandla.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share