INtshumayeli 5:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Wonke umntu uTHIXO oyinyaniso amnike ubutyebi nezinto eziphathekayo,+ umnike igunya lokuba adle kuzo+ aze athabathe isabelo sakhe, avuye ngokusebenza kwakhe nzima.+ Esi sisipho sikaThixo.+ Yakobi 1:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Sonke isipho esilungileyo+ naso sonke isipho esigqibeleleyo sivela phezulu,+ kuba sihla sivela kuYise wezikhanyiso zesibhakabhaka,+ kwaye yena akaguquguquki njengesithunzi.+
19 Wonke umntu uTHIXO oyinyaniso amnike ubutyebi nezinto eziphathekayo,+ umnike igunya lokuba adle kuzo+ aze athabathe isabelo sakhe, avuye ngokusebenza kwakhe nzima.+ Esi sisipho sikaThixo.+
17 Sonke isipho esilungileyo+ naso sonke isipho esigqibeleleyo sivela phezulu,+ kuba sihla sivela kuYise wezikhanyiso zesibhakabhaka,+ kwaye yena akaguquguquki njengesithunzi.+