IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yobhi 14:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Ukuba indoda eyomeleleyo iyafa ngaba inokuphila kwakhona?+

      Ngayo yonke imihla yam yomsebenzi osisinyanzelo ndiya kulinda,+

      Kude kufike ukukhululeka kwam.+

  • INdumiso 19:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Amazwi omlomo wam nokucamngca kwentliziyo yam+

      Makukukholise, Yehova Liwa lam+ noMkhululi wam.+

  • INdumiso 69:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Sondela emphefumlweni wam, uwuhlangule;+

      Ngenxa yeentshaba zam ndikhulule.+

  • INdumiso 103:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  4 Ohlangula ubomi bakho emhadini,+

      Okuthwesa ububele bothando neenceba,+

  • IMizekeliso 23:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Kuba uMkhululi wawo womelele; yena ngokwakhe uya kugweba ityala lawo kuwe.+

  • Mateyu 20:28
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 28 Kanye njengokuba uNyana womntu weza, kungekhona ukuze alungiselelwe, kodwa ukuze alungiselele+ nokuze anikele ngomphefumlo wakhe ube yintlawulelo ngenxa yabaninzi.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share