Genesis 1:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Waza uThixo wamdala umntu ngokomfanekiso wakhe, wamdala ngokomfanekiso kaThixo;+ wadala indoda nebhinqa.+ Yobhi 8:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Eneneni, khawuncede, ubuze ngesizukulwana sangaphambili,+Uze walathisele ingqalelo yakho kwizinto ezagocagocwa ngooyise.+
27 Waza uThixo wamdala umntu ngokomfanekiso wakhe, wamdala ngokomfanekiso kaThixo;+ wadala indoda nebhinqa.+
8 Eneneni, khawuncede, ubuze ngesizukulwana sangaphambili,+Uze walathisele ingqalelo yakho kwizinto ezagocagocwa ngooyise.+