Genesis 6:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Yiyo le imbali kaNowa. UNowa wayeyindoda elilungisa.+ Wangqineka engenasiphoso phakathi kwabantu bexesha lakhe. UNowa wahamba noTHIXO oyinyaniso.+
9 Yiyo le imbali kaNowa. UNowa wayeyindoda elilungisa.+ Wangqineka engenasiphoso phakathi kwabantu bexesha lakhe. UNowa wahamba noTHIXO oyinyaniso.+