INdumiso 73:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Owu hayi indlela abayinto yokukhwankqiswa ngayo njengephanyazo!+Hayi indlela abafikelele esiphelweni sabo ngayo, bafikelele esiphelweni ngento enkwantyisa ngequbuliso! Luka 12:46 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 46 inkosi yelo khoboka iya kuza ngemini elingayilindelanga ngayo nangelixa elingalaziyo,+ yaye iya kulohlwaya ngokona kuqatha kakhulu ize ilabele inxalenye nabo bangathembekanga.+
19 Owu hayi indlela abayinto yokukhwankqiswa ngayo njengephanyazo!+Hayi indlela abafikelele esiphelweni sabo ngayo, bafikelele esiphelweni ngento enkwantyisa ngequbuliso!
46 inkosi yelo khoboka iya kuza ngemini elingayilindelanga ngayo nangelixa elingalaziyo,+ yaye iya kulohlwaya ngokona kuqatha kakhulu ize ilabele inxalenye nabo bangathembekanga.+