Isaya 40:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Wabhungisana nabani na ukuze lowo abe nokumqondisa,+ okanye ngubani na omfundisa umendo wokusesikweni, okanye omfundisa ukwazi, okanye amazise indlela yokuqonda kokwenene?+ Roma 11:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 Kuba “ngubani na ofikelele ekuyazini ingqondo kaYehova,+ okanye ngubani na oye waba ngumcebisi wakhe?”+ 1 Korinte 2:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Kuba “ngubani na oyaziyo ingqondo kaYehova,+ ukuze amyalele?”+ Kodwa sinayo ingqondo+ kaKristu.
14 Wabhungisana nabani na ukuze lowo abe nokumqondisa,+ okanye ngubani na omfundisa umendo wokusesikweni, okanye omfundisa ukwazi, okanye amazise indlela yokuqonda kokwenene?+
34 Kuba “ngubani na ofikelele ekuyazini ingqondo kaYehova,+ okanye ngubani na oye waba ngumcebisi wakhe?”+