IMizekeliso 16:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Yonk’ into uYehova uyenzele injongo yakhe,+ ewe, kwanongendawo umenzele imini yobubi.+ 2 Petros 2:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 ngoko ke uYehova uyakwazi ukubahlangula esilingweni abantu abanozinikelo lobuthixo,+ kodwa abantu abangengomalungisa ubagcinele imini yomgwebo ukuze banqunyulwe,+
9 ngoko ke uYehova uyakwazi ukubahlangula esilingweni abantu abanozinikelo lobuthixo,+ kodwa abantu abangengomalungisa ubagcinele imini yomgwebo ukuze banqunyulwe,+