INdumiso 17:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Kumadoda, ngesandla sakho, Yehova,+Kumadoda ale nkqubo+ yezinto, asabelo sawo sikobu bomi,+Nasisu sawo usizalisa ngobuncwane obufihliweyo,+Anelisekileyo ngoonyana+Nabekela abantwana bawo oko kushiyekileyo.+ Mateyu 5:45 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 45 ukuze nizingqine ningoonyana boYihlo osemazulwini,+ ekubeni elenza ilanga lakhe liphume kubantu abangendawo nabalungileyo nemvula eyinisa kubantu abangamalungisa nabangengomalungisa.+ IZenzo 14:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 nangona, eneneni, engazange azishiye yena ngokwakhe ngaphandle kobungqina ngokuba wenza okulungileyo,+ eninika iimvula+ ezivela ezulwini namaxesha emveliso, ezizalisa iintliziyo zenu ngokutya nangokuchwayita.”+
14 Kumadoda, ngesandla sakho, Yehova,+Kumadoda ale nkqubo+ yezinto, asabelo sawo sikobu bomi,+Nasisu sawo usizalisa ngobuncwane obufihliweyo,+Anelisekileyo ngoonyana+Nabekela abantwana bawo oko kushiyekileyo.+
45 ukuze nizingqine ningoonyana boYihlo osemazulwini,+ ekubeni elenza ilanga lakhe liphume kubantu abangendawo nabalungileyo nemvula eyinisa kubantu abangamalungisa nabangengomalungisa.+
17 nangona, eneneni, engazange azishiye yena ngokwakhe ngaphandle kobungqina ngokuba wenza okulungileyo,+ eninika iimvula+ ezivela ezulwini namaxesha emveliso, ezizalisa iintliziyo zenu ngokutya nangokuchwayita.”+