1 Samuweli 25:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Ke kaloku. nkosi yam, ephila nje uYehova+ nomphefumlo wakho uphila nje,+ uYehova ukunqandile+ ungangeni etyaleni legazi+ nasekuzisindiseni ngesandla sakho.+ Neentshaba zakho ke nabo bafuna ukwenzakalisa inkosi yam mababe njengoNabhali.+
26 Ke kaloku. nkosi yam, ephila nje uYehova+ nomphefumlo wakho uphila nje,+ uYehova ukunqandile+ ungangeni etyaleni legazi+ nasekuzisindiseni ngesandla sakho.+ Neentshaba zakho ke nabo bafuna ukwenzakalisa inkosi yam mababe njengoNabhali.+