Genesis 2:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Wandula ke uYehova uThixo wabumba umntu ngothuli+ lomhlaba+ waza wavuthela impefumlo yobomi+ emathatheni akhe, umntu ke waba ngumphefumlo ophilayo.+ Yobhi 32:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ngokuqinisekileyo ngumoya osebantwini abafayoNempefumlo kaSomandla ebanika ukuqonda.+ INtshumayeli 12:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ngoko uthuli lubuyela emhlabeni+ njengoko lwalunjalo nomoya+ ubuyele kuTHIXO oyinyaniso+ owawunikayo.+ IZenzo 17:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 enganyanyekelwa nazizandla zabantu ngokungathi ebeswele nantoni na,+ ngenxa yokuba yena ubanika bonke abantu ubomi+ nempefumlo+ nezinto zonke.
7 Wandula ke uYehova uThixo wabumba umntu ngothuli+ lomhlaba+ waza wavuthela impefumlo yobomi+ emathatheni akhe, umntu ke waba ngumphefumlo ophilayo.+
7 Ngoko uthuli lubuyela emhlabeni+ njengoko lwalunjalo nomoya+ ubuyele kuTHIXO oyinyaniso+ owawunikayo.+
25 enganyanyekelwa nazizandla zabantu ngokungathi ebeswele nantoni na,+ ngenxa yokuba yena ubanika bonke abantu ubomi+ nempefumlo+ nezinto zonke.