INdumiso 40:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Mababe neentloni badane kunye bonke+Abo bafuna umphefumlo wam ukuze bawutshayele.+Mababuye umva bathotywe abo bayoliswa yintlekele yam.+ INdumiso 70:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Mababe neentloni badane abo bafuna umphefumlo wam.+Mababuye umva bathotywe abo bayoliswa yintlekele yam.+ Yeremiya 17:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Abatshutshisi bam mabahlaziswe,+ kodwa mna ngokobuqu mandingahlaziswa.+ Mayibe ngabo abangenwa lunkwantyo, kodwa mna ngokobuqu mandingangenwa lunkwantyo. Bazisele umhla wentlekele,+ uze ubaphule ngokuwa okukhulu ngokuphindwe kabini.+
14 Mababe neentloni badane kunye bonke+Abo bafuna umphefumlo wam ukuze bawutshayele.+Mababuye umva bathotywe abo bayoliswa yintlekele yam.+
2 Mababe neentloni badane abo bafuna umphefumlo wam.+Mababuye umva bathotywe abo bayoliswa yintlekele yam.+
18 Abatshutshisi bam mabahlaziswe,+ kodwa mna ngokobuqu mandingahlaziswa.+ Mayibe ngabo abangenwa lunkwantyo, kodwa mna ngokobuqu mandingangenwa lunkwantyo. Bazisele umhla wentlekele,+ uze ubaphule ngokuwa okukhulu ngokuphindwe kabini.+