Eksodus 3:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Wongezelela uYehova wathi: “Ngokungathandabuzekiyo ndiyibonile inkxwaleko yabantu bam abaseYiputa, yaye ndisivile isikhalo sabo ngenxa yabo babaqweqwedisayo emsebenzini; kuba ndiyazi kakuhle intlungu yabo.+ IZenzo 7:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 Ngokuqinisekileyo ndikubonile ukuphathwa kakubi kwabantu bam abaseYiputa,+ kwaye ndikuvile ukugcuma+ kwabo ndaza ndehla ukuze ndibahlangule.+ Yiza ke, ndikuthume eYiputa.’+
7 Wongezelela uYehova wathi: “Ngokungathandabuzekiyo ndiyibonile inkxwaleko yabantu bam abaseYiputa, yaye ndisivile isikhalo sabo ngenxa yabo babaqweqwedisayo emsebenzini; kuba ndiyazi kakuhle intlungu yabo.+
34 Ngokuqinisekileyo ndikubonile ukuphathwa kakubi kwabantu bam abaseYiputa,+ kwaye ndikuvile ukugcuma+ kwabo ndaza ndehla ukuze ndibahlangule.+ Yiza ke, ndikuthume eYiputa.’+