INdumiso 28:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Ndiqhubeka ndibiza wena, Yehova.+Owu Liwa lam, musa ukuba sisithulu kum,+Ukuze ungathi cwaka kum+Ukuze kungafuneki ndifane nabo bahlela emhadini.+ INdumiso 50:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Ezi zinto uzenzile, ndaza ndathi cwaka.+Ubucinga ukuba ndiya kuba njengawe ngokuqinisekileyo.+Ndiza kukohlwaya,+ yaye izinto ndiya kuzimisa ngolungelelwano phambi kwamehlo akho.+ INdumiso 83:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 83 Owu Thixo, musa ukuthula;+Musa ukuqhubeka ungathethi, yaye musa ukuthi cwaka, Wena Ungokobuthixo.+
28 Ndiqhubeka ndibiza wena, Yehova.+Owu Liwa lam, musa ukuba sisithulu kum,+Ukuze ungathi cwaka kum+Ukuze kungafuneki ndifane nabo bahlela emhadini.+
21 Ezi zinto uzenzile, ndaza ndathi cwaka.+Ubucinga ukuba ndiya kuba njengawe ngokuqinisekileyo.+Ndiza kukohlwaya,+ yaye izinto ndiya kuzimisa ngolungelelwano phambi kwamehlo akho.+
83 Owu Thixo, musa ukuthula;+Musa ukuqhubeka ungathethi, yaye musa ukuthi cwaka, Wena Ungokobuthixo.+