INdumiso 84:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Kuba uYehova uThixo ulilanga+ nekhaka;+Unikela ubabalo nozuko.+UYehova akayi kubandeza nantoni na elungileyo kwabo bahamba ngokungenamposiso.+ INdumiso 149:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Kuba uYehova uyakholiswa ngabantu bakhe.+Uyabahombisa abalulamileyo ngosindiso.+
11 Kuba uYehova uThixo ulilanga+ nekhaka;+Unikela ubabalo nozuko.+UYehova akayi kubandeza nantoni na elungileyo kwabo bahamba ngokungenamposiso.+