INdumiso 31:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Hayi ukuba kuninzi kokulunga kwakho,+ okugcinele abo bakoyikayo!+Okunikele kwabo basabela kuwe,Phambi koonyana babantu.+ Mika 7:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Ngubani na onguThixo onjengawe,+ oxolela isiphoso nodlulayo ekunxaxheni+ kwentsalela yelifa lakhe?+ Ngokuqinisekileyo akayi kubambelela kumsindo wakhe ngonaphakade, kuba uyoliswa bububele bothando.+
19 Hayi ukuba kuninzi kokulunga kwakho,+ okugcinele abo bakoyikayo!+Okunikele kwabo basabela kuwe,Phambi koonyana babantu.+
18 Ngubani na onguThixo onjengawe,+ oxolela isiphoso nodlulayo ekunxaxheni+ kwentsalela yelifa lakhe?+ Ngokuqinisekileyo akayi kubambelela kumsindo wakhe ngonaphakade, kuba uyoliswa bububele bothando.+