INdumiso 25:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Umphefumlo wakhe uya kuhlala ekulungeni,+Nenzala yakhe iya kuwudla ilifa umhlaba.+ INdumiso 37:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Amalungisa aya kuwudla ilifa umhlaba,+Ahlale kuwo ngonaphakade.+ Isaya 57:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ekukhaleni kwakho ufuna uncedo ingqokelela yakho yezinto ayiyi kukuhlangula,+ kodwa ziya kumka nomoya.+ Umphunga uya kuzisusa, kodwa lowo uzimela ngam+ uya kulidla ilifa ilizwe aze ayidle ilifa nentaba yam engcwele.+ Isaya 58:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 uya kwandula uyoliswe ngokugqibeleleyo nguYehova,+ yaye ndiya kukukhwelisa kwiindawo eziphakamileyo zomhlaba;+ kwaye ndiya kukudlisa kwilifa likaYakobi ukhokho wakho,+ kuba umlomo kaYehova ukuthethile oko.”+ Mateyu 5:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 “Banoyolo abo banomoya wobulali,+ kuba baya kuwudla ilifa umhlaba.+
13 Ekukhaleni kwakho ufuna uncedo ingqokelela yakho yezinto ayiyi kukuhlangula,+ kodwa ziya kumka nomoya.+ Umphunga uya kuzisusa, kodwa lowo uzimela ngam+ uya kulidla ilifa ilizwe aze ayidle ilifa nentaba yam engcwele.+
14 uya kwandula uyoliswe ngokugqibeleleyo nguYehova,+ yaye ndiya kukukhwelisa kwiindawo eziphakamileyo zomhlaba;+ kwaye ndiya kukudlisa kwilifa likaYakobi ukhokho wakho,+ kuba umlomo kaYehova ukuthethile oko.”+