INdumiso 10:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Uhlala elalele imizi;Ekwindawo efihlakeleyo uya kubulala umntu omsulwa.+ע [ʽAʹyin]Amehlo akhe akhangela lowo uselishweni.+ Luka 19:47 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 47 Ngapha koko, waqhubeka efundisa mihla le etempileni. Kodwa ababingeleli abaziintloko nababhali nabo baziintloko ebantwini babefuna ukumtshabalalisa;+ IZenzo 9:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Noko ke, iyelenqe lawo nxamnye naye laziwa nguSawule. Kodwa imini nobusuku ayemlinda emasangweni ukuze ambulale.+
8 Uhlala elalele imizi;Ekwindawo efihlakeleyo uya kubulala umntu omsulwa.+ע [ʽAʹyin]Amehlo akhe akhangela lowo uselishweni.+
47 Ngapha koko, waqhubeka efundisa mihla le etempileni. Kodwa ababingeleli abaziintloko nababhali nabo baziintloko ebantwini babefuna ukumtshabalalisa;+
24 Noko ke, iyelenqe lawo nxamnye naye laziwa nguSawule. Kodwa imini nobusuku ayemlinda emasangweni ukuze ambulale.+