INdumiso 3:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Usindiso lolukaYehova.+Intsikelelo yakho ikubantu bakho.+ Seʹlah. Isaya 12:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Khangela! UThixo lusindiso lwam.+ Ndiya kukholosa ndize ndingankwantyi;+ kuba uYa uYehova ungamandla am+ nokomelela kwam,+ kwaye uye waba lusindiso lwam.”+ Yona 2:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Kodwa ke mna, ndiza kukubingelela ngelizwi lombulelo.+Oko ndikubhambathisileyo, ndiza kukufezekisa.+ LolukaYehova usindiso.”+
2 Khangela! UThixo lusindiso lwam.+ Ndiya kukholosa ndize ndingankwantyi;+ kuba uYa uYehova ungamandla am+ nokomelela kwam,+ kwaye uye waba lusindiso lwam.”+
9 Kodwa ke mna, ndiza kukubingelela ngelizwi lombulelo.+Oko ndikubhambathisileyo, ndiza kukufezekisa.+ LolukaYehova usindiso.”+