1 Petros 3:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Eneneni, ngubani onganenzakalisayo xa nisenza okulungileyo?+ 1 Yohane 3:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 singabi njengoKayin, owaphuma kulowo ungendawo waza wambulala+ ngogonyamelo umntakwabo. Yaye kwakutheni ukuze ambulale ngogonyamelo? Kwakungenxa yokuba imisebenzi yakhe yayingendawo,+ kodwa yona eyomntakwabo yayiyeyobulungisa.+
12 singabi njengoKayin, owaphuma kulowo ungendawo waza wambulala+ ngogonyamelo umntakwabo. Yaye kwakutheni ukuze ambulale ngogonyamelo? Kwakungenxa yokuba imisebenzi yakhe yayingendawo,+ kodwa yona eyomntakwabo yayiyeyobulungisa.+